More Related Content
More from ukristuengomeni
More from ukristuengomeni (20)
No.8
- 1. 8. Xa sebe bizwa phezulu
Xa ixilongo selikhala nexesha
selidlule, Kofika usuku olumi
njalo, Abasindiswayo
behlanganiselwa kwelozwe,
Bebizelwa phezulu ndakuba
khona.
- 2. Xa sebe …bizwa
phezulu, Xa sebe …
bizwa phezulu, Xa
sebe…bizwa phezulu,
Bebizwa phezulu
ndakuba khona.
- 3. Ngalontsasa yoba ntle
apho sebe vuswa bonke,
Boza benesimo esitsha
ngoko; Abanyuliweyo
behlanganiselwa ekhaya,
Bebizwa phezulu ndakuba
- 4. Xa sebe …bizwa
phezulu, Xa sebe …
bizwa phezulu, Xa
sebe…bizwa phezulu,
Bebizwa phezulu
ndakuba khona.
- 5. Masiyisebenzele i-Nkosi
lide litshone, Masazisane
ngothando lwe-Nkosi;
Singafa, uyaphela
umsebenzi wethu apha,
Bebizwa phezulu ndakuba
khona.
- 6. Xa sebe …bizwa
phezulu, Xa sebe …
bizwa phezulu, Xa
sebe…bizwa phezulu,
Bebizwa phezulu
ndakuba khona.