More Related Content
More from ukristuengomeni
More from ukristuengomeni (20)
No.172
- 1. 172. Koda Kube Nini?
Koda kube nini,
Nkos’, Ubekele
kude? Sikhulelwa
kudinwa Kuba
ulibele.
- 2. O, koda kube nini
Olothi uzuko
Olokukhanya
kwakho Lube
phezu kwethu?
- 3. Koda kube nini,
Nkos’, Umkile
kwabakho? Kukade
ulibele, Bambalwa
kakhulu
- 5. O, vus’ abantu
bakho; Hlabela
ngamandla; Batsh’
abangcwele bathi,-
“I-Nkos’ ikufuphi!”