171. Kuyinina Ngobusuku?

Wena mlindi wase-
  Ziyon’, Kuyini
 ngobusuku? Liya
phuma-na ikhwezi?
Iya vela-n’ intsasa?
    Phaya kude
    Kukhazimla
imitha? Phaya kude
kukhazimla imitha?
O, sixelele impau
Esidlulayo kuzo;
    Sisondel’
ezibukweni, Sel’
 ibonakala-na?
Yinene-na, busondel’
   ubukumkan’?
Yinene-na busondel’
   ubukumkan’?
Nak’ ukukhanya
kusiza! Masitsho
  thina sonke;
 Sibon’ ikhwezi
    liphuma,
Lilihle likhazimla!
Hi, bangcwele, Niya
 khululwa nina; Hi,
  bangcwele, Niya
   khululwa nina.
Sinawo
   umalathiso,
    Lomhlaba
ukufuphi; Phambili
  masikhauleze,
Sibe sezibukweni;
    Mazwi ethu
 masiwaphakamise,
      Sidumise
ukunandipha kwethu.

No.171