44. U-Msindisi Wam Kuqala
Xa umsebenzi wam
 use uphelile apha,
   Nalo mzimba
wambeswe ukungafi,
Ndakumazi u-
  Msindisi wam
ngaphesheya, Uya
 kuba nemihlali
   ngam yena.
Ndakumazi,ndakuma
   zi,Ndiyakuma
   kufuphi naye;
Ndakumazi,ndakuma
  zi,Ngamanxeb’
Uvuyo lwentliziyo
   xa ndimbona
ubuso;Neliso lakhe
 linobubele kum;
Intliziyo yam
iyakumbonga ngolo
       thando
 Olundilungiselele
      ikhaya.
Ndakumazi,ndakuma
   zi,Ndiyakuma
   kufuphi naye;
Ndakumazi,ndakuma
  zi,Ngamanxeb’
Au!
Ndakukhumbula
ngabakade
betshonile, Nako
ukugqibelisana
Khona e-Edeni
asisoze sahlukane,
      Kodwa
   ndinqwenela
 uMsindisi wam.
Ndakumazi,ndakuma
   zi,Ndiyakuma
   kufuphi naye;
Ndakumazi,ndakuma
  zi,Ngamanxeb’
Ndakungena
emzin’
ngezimhlophe
ingubo, Ndiyokuba
lapho
kungakhalwayo;
Ndakuhlabela
ingoma
yabasindis’ weyo,
Ukuze ndimbone
uMsindisi wam.
Ndakumazi,ndakuma
   zi,Ndiyakuma
   kufuphi naye;
Ndakumazi,ndakuma
  zi,Ngamanxeb’

No.44