61.Qokela Ngo-Yesu  Ngakumbi, ngoYesuiNkos’, Ndize ndifundis’abanye. Ndibon’ usindiso   lwakhe, Nothando     londifeleyo.
Ngakumbi ngoYesu,Kwakhona ngoYesu;Ngakumbi ngosindiso  kum, Ngothando    londifeleyo.
Xela kwakhona   ngoYesu, Xelanangengqondo yakhe;   Moya kaThixo  ndipheke, Ukwazi ngay’uKristu wam.
Ngakumbi ngoYesu,Kwakhona ngoYesu;Ngakumbi ngosindiso  kum, Ngothando    londifeleyo.
Funda kwakhona ngoYesu, Sondela  ngokuthandaza;Mamela ilizwi lakhe,Yazisa abanye ngaye.
Ngakumbi ngoYesu,Kwakhona ngoYesu;Ngakumbi ngosindiso  kum, Ngothando    londifeleyo.
Ngakumbi ngoYes’ iNkosi, Ngesihlalosobukhosi; Lungqine     udaba olo,    Ngokubuya   kwabangcwele.
Ngakumbi ngoYesu,Kwakhona ngoYesu;Ngakumbi ngosindiso  kum, Ngothando    londifeleyo.
Upcoming SlideShare
Loading in …5
×

No.61

229 views

Published on

0 Comments
0 Likes
Statistics
Notes
  • Be the first to comment

  • Be the first to like this

No Downloads
Views
Total views
229
On SlideShare
0
From Embeds
0
Number of Embeds
2
Actions
Shares
0
Downloads
1
Comments
0
Likes
0
Embeds 0
No embeds

No notes for slide

No.61

  1. 1. 61.Qokela Ngo-Yesu Ngakumbi, ngoYesuiNkos’, Ndize ndifundis’abanye. Ndibon’ usindiso lwakhe, Nothando londifeleyo.
  2. 2. Ngakumbi ngoYesu,Kwakhona ngoYesu;Ngakumbi ngosindiso kum, Ngothando londifeleyo.
  3. 3. Xela kwakhona ngoYesu, Xelanangengqondo yakhe; Moya kaThixo ndipheke, Ukwazi ngay’uKristu wam.
  4. 4. Ngakumbi ngoYesu,Kwakhona ngoYesu;Ngakumbi ngosindiso kum, Ngothando londifeleyo.
  5. 5. Funda kwakhona ngoYesu, Sondela ngokuthandaza;Mamela ilizwi lakhe,Yazisa abanye ngaye.
  6. 6. Ngakumbi ngoYesu,Kwakhona ngoYesu;Ngakumbi ngosindiso kum, Ngothando londifeleyo.
  7. 7. Ngakumbi ngoYes’ iNkosi, Ngesihlalosobukhosi; Lungqine udaba olo, Ngokubuya kwabangcwele.
  8. 8. Ngakumbi ngoYesu,Kwakhona ngoYesu;Ngakumbi ngosindiso kum, Ngothando londifeleyo.

×