66. Usuku OluhleSuk’ oluhle lokukhetha      Wena Thixo,UMsindisi; Kumnandi intliziyo yam, ivuyele        ezo ndaba.
Awu!luhleusuku,Wandihlamb’ izon’   uYesu;Wandibiza,  sendivile,Ndinovuyo,  ndigcobile,Awu!luhleusuko,Wandihlamb’ izon’    ...
Kuphelile,kuphelile,NdingoweNkos’ yona  yeyam.Indirholandilandele,Nal’ ubizo     olungcwele.
Awu!luhleusuku,Wandihlamb’ izon’   uYesu;Wandibiza,  sendivile,Ndinovuyo,  ndigcobile,Awu!luhleusuko,Wandihlamb’ izon’    ...
Mayiphumle intliziyo, Icamange ngezi zinto; Ingaz’   imke eNkosini,Ezaliswe kukulunga.
Awu!luhleusuku,Wandihlamb’ izon’   uYesu;Wandibiza,  sendivile,Ndinovuyo,  ndigcobile,Awu!luhleusuko,Wandihlamb’ izon’    ...
Izifungo endinazo  Zohlaziywa onk’amaxa; Kude kuphele  imihla Yokuphila     emhlabeni.
Awu!luhleusuku,Wandihlamb’ izon’   uYesu;Wandibiza,  sendivile,Ndinovuyo,  ndigcobile,Awu!luhleusuko,Wandihlamb’ izon’    ...
Xa ebuya uMsindisi  Ezok’thabath’   abangcwele,Ndakulaula neNkosiyam, Kwelo khaya    laphezulu.
Awu!luhleusuku,Wandihlamb’ izon’   uYesu;Wandibiza,  sendivile,Ndinovuyo,  ndigcobile,Awu!luhleusuko,Wandihlamb’ izon’    ...
Upcoming SlideShare
Loading in …5
×

No.66

353 views

Published on

0 Comments
0 Likes
Statistics
Notes
  • Be the first to comment

  • Be the first to like this

No Downloads
Views
Total views
353
On SlideShare
0
From Embeds
0
Number of Embeds
1
Actions
Shares
0
Downloads
1
Comments
0
Likes
0
Embeds 0
No embeds

No notes for slide

No.66

  1. 1. 66. Usuku OluhleSuk’ oluhle lokukhetha Wena Thixo,UMsindisi; Kumnandi intliziyo yam, ivuyele ezo ndaba.
  2. 2. Awu!luhleusuku,Wandihlamb’ izon’ uYesu;Wandibiza, sendivile,Ndinovuyo, ndigcobile,Awu!luhleusuko,Wandihlamb’ izon’ uYesu.
  3. 3. Kuphelile,kuphelile,NdingoweNkos’ yona yeyam.Indirholandilandele,Nal’ ubizo olungcwele.
  4. 4. Awu!luhleusuku,Wandihlamb’ izon’ uYesu;Wandibiza, sendivile,Ndinovuyo, ndigcobile,Awu!luhleusuko,Wandihlamb’ izon’ uYesu.
  5. 5. Mayiphumle intliziyo, Icamange ngezi zinto; Ingaz’ imke eNkosini,Ezaliswe kukulunga.
  6. 6. Awu!luhleusuku,Wandihlamb’ izon’ uYesu;Wandibiza, sendivile,Ndinovuyo, ndigcobile,Awu!luhleusuko,Wandihlamb’ izon’ uYesu.
  7. 7. Izifungo endinazo Zohlaziywa onk’amaxa; Kude kuphele imihla Yokuphila emhlabeni.
  8. 8. Awu!luhleusuku,Wandihlamb’ izon’ uYesu;Wandibiza, sendivile,Ndinovuyo, ndigcobile,Awu!luhleusuko,Wandihlamb’ izon’ uYesu.
  9. 9. Xa ebuya uMsindisi Ezok’thabath’ abangcwele,Ndakulaula neNkosiyam, Kwelo khaya laphezulu.
  10. 10. Awu!luhleusuku,Wandihlamb’ izon’ uYesu;Wandibiza, sendivile,Ndinovuyo, ndigcobile,Awu!luhleusuko,Wandihlamb’ izon’ uYesu.

×