More Related Content
More from ukristuengomeni
More from ukristuengomeni (20)
No.110
- 1. 110. Banethamsanqa Abenzi
Waven’ amazwi
oMsindisi,Amazwi obom
nenene; Nqenerha
’kuthandaza,
phulaphula,’Yes’ uthi,
Thamsanqa kubenzi.
- 2. Thamsanqa kwabenz’
intando yakhe,
Banoyolo, banoyolo;
Thamsanqa kwabenz’
intando yakhe,
Bayavuya, Banoyolo.
- 4. Thamsanqa kwabenz’
intando yakhe,
Banoyolo, banoyolo;
Thamsanqa kwabenz’
intando yakhe,
Bayavuya, Banoyolo.
- 6. Thamsanqa kwabenz’
intando yakhe,
Banoyolo, banoyolo;
Thamsanqa kwabenz’
intando yakhe,
Bayavuya, Banoyolo.