Successfully reported this slideshow.
We use your LinkedIn profile and activity data to personalize ads and to show you more relevant ads. You can change your ad preferences anytime.

No.47

181 views

Published on

  • Be the first to comment

  • Be the first to like this

No.47

  1. 1. 47. Indonga ze-JordaneNdiyakuma e-Jordane, nangaphesheya le, Ndiphos’ iliso lam khona, Kwilizwe le- Kanan.
  2. 2. Sakuphumla ezweni elihle, Elizweni eliluhlaza; Sihlabelaingoma ka-Yesu aphoSihlale no-Yesu njalo.
  3. 3. Emathafeni amahle, akhanya kuphela; U-Yesu ilanga lethu, Ugxoth’ ubusuku.
  4. 4. Sakuphumla ezweni elihle, Elizweni eliluhlaza; Sihlabelaingoma ka-Yesu aphoSihlale no-Yesu njalo.
  5. 5. Ndoya ninina phezulu Ndisikeleleke, Apho ndobona u-Bawo Ndiphuml’ embusweni?
  6. 6. Sakuphumla ezweni elihle, Elizweni eliluhlaza; Sihlabelaingoma ka-Yesu aphoSihlale no-Yesu njalo.
  7. 7. Iya vuya intliziyo Kuba ndiyahamba; Naxa ndirhangqiwe ke mna ngesibindi ndoya.
  8. 8. Sakuphumla ezweni elihle, Elizweni eliluhlaza; Sihlabelaingoma ka-Yesu aphoSihlale no-Yesu njalo.

×