More Related Content
More from ukristuengomeni
More from ukristuengomeni (20)
No.123
- 1. 123. Elona Gama Lingcwele
Igama elithandwayo,
Elona laziwa Ndim,
Elanikwayo ngu-Yise
ku-Nyana
amthandayo.
- 4. Lelona lingcwele (lingcwele),
lelona lingcwele (lingcwele),
Laphuma ku-Yise
lez’emhlaben’ Leza
nezithunywa, Ngexa lobusuku
(busuku), Elogama lika-Yesu
- 5. Nditsholoze nam
ingoma, Kuba
endikhulule, Ndibonge
ngonaphakade, Elo
gama longame.
- 6. Lelona lingcwele (lingcwele),
lelona lingcwele (lingcwele),
Laphuma ku-Yise
lez’emhlaben’ Leza
nezithunywa, Ngexa
lobusuku (busuku), Elogama
lika-Yesu