More Related Content
More from ukristuengomeni (20)
No.81
- 1. 81 Buyeza Ubusuku
Sebenza kuz’ ukuhlwa, Sebenza
emini,
Xa umbethe usekho, ‘Ntyatyamb’
iphuma,
Nokukhanya kusekho, Sebenza emini,
Sebenza kuz’ ukuhlwa, Konke
kophela.
- 2. Sebenza kuz’ ukuhlwa,
Liyatshon’ ilanga,
Sebenz’ imini yonke, Ungalibali,
Yenza kuzale konke kungashiyeki
nto,
Sebenza kuz’ ukuhlwa, Konke
kophela.
- 3. Sebenza kuz’ ukuhlwa, Ayez’
amathunzi,
Phaya entshonalanga Lihlil’ ilanga,
Qina sekuya phela, Zama
ukhuthale,
Kuba kuyez’ ukuhlwa, Konke
kophela.