No.64

228 views

Published on

0 Comments
0 Likes
Statistics
Notes
  • Be the first to comment

  • Be the first to like this

No Downloads
Views
Total views
228
On SlideShare
0
From Embeds
0
Number of Embeds
3
Actions
Shares
0
Downloads
2
Comments
0
Likes
0
Embeds 0
No embeds

No notes for slide

No.64

  1. 1. 64. Xela Ku-Yesu Udiniwe unomvandedwa na?Yitsho ku-Yesu,yitsho ku-Yesu; Unosizi olungapheliyo? Luxelele u-Yesu.
  2. 2. Yitsho kuYesu,yitshokuYesu,Nguye umhlobo wakho; Akunaye ongomnye umhlobo, Yitsho kuYesu yedwa.
  3. 3. Zihla ngezidlele inyembezi?Yitsho kuYesu,yitsho kuYesu;Unezonoezingaziwayo? Yitsho kuYesu ywdwa.
  4. 4. Yitsho kuYesu,yitshokuYesu,Nguye umhlobo wakho; Akunaye ongomnye umhlobo, Yitsho kuYesu yedwa.
  5. 5. Unosizi na entliziyweni? Yitsho kuYesu,yitsho kuYesu;Intliziyoyaphukile yini? Yitsho kuYesu yedwa.
  6. 6. Yitsho kuYesu,yitshokuYesu,Nguye umhlobo wakho; Akunaye ongomnye umhlobo, Yitsho kuYesu yedwa.
  7. 7. Uyoyik’ ukucinga ngokufa? YitshokuYesu,yitsho kuYesu; Ukhalela umbuso wakhe na? Yitsho kuYesu yedwa.
  8. 8. Yitsho kuYesu,yitshokuYesu,Nguye umhlobo wakho; Akunaye ongomnye umhlobo, Yitsho kuYesu yedwa.

×