33. Uya NdikhokelaU-Yes’ uyandikhokela,Ngeyakhe intuthuzelo;     Nako konk’endikwenzayo Isandla  sakhe sikho kum.
Uyandirhola u- Yesu,Ngaso esakhe   isandla; Ndiza kumlandela ke mna,Ekuben’ endikhokela.
Noba kumnyama kuthe  thsu, Nasemanzin’enkathazo; Andinanto    ithusayo, Kuba ungaphambili kwam.
Uyandirhola u- Yesu,Ngaso esakhe   isandla; Ndiza kumlandela ke mna,Ekuben’ endikhokela.
Andisoli, andikhali,Nkosi ndiya qinisela;    Kuko konkendiyavuya, Ekuben’   undikhokela.
Uyandirhola u- Yesu,Ngaso esakhe   isandla; Ndiza kumlandela ke mna,Ekuben’ endikhokela.
Wakuphelaumsebenzi, NgaWe Yesu ndingoyisa;Andikoyika ukufa      u-Yesu
Uyandirhola u- Yesu,Ngaso esakhe   isandla; Ndiza kumlandela ke mna,Ekuben’ endikhokela.
Upcoming SlideShare
Loading in …5
×

No.33

217 views

Published on

0 Comments
0 Likes
Statistics
Notes
  • Be the first to comment

  • Be the first to like this

No Downloads
Views
Total views
217
On SlideShare
0
From Embeds
0
Number of Embeds
5
Actions
Shares
0
Downloads
2
Comments
0
Likes
0
Embeds 0
No embeds

No notes for slide

No.33

  1. 1. 33. Uya NdikhokelaU-Yes’ uyandikhokela,Ngeyakhe intuthuzelo; Nako konk’endikwenzayo Isandla sakhe sikho kum.
  2. 2. Uyandirhola u- Yesu,Ngaso esakhe isandla; Ndiza kumlandela ke mna,Ekuben’ endikhokela.
  3. 3. Noba kumnyama kuthe thsu, Nasemanzin’enkathazo; Andinanto ithusayo, Kuba ungaphambili kwam.
  4. 4. Uyandirhola u- Yesu,Ngaso esakhe isandla; Ndiza kumlandela ke mna,Ekuben’ endikhokela.
  5. 5. Andisoli, andikhali,Nkosi ndiya qinisela; Kuko konkendiyavuya, Ekuben’ undikhokela.
  6. 6. Uyandirhola u- Yesu,Ngaso esakhe isandla; Ndiza kumlandela ke mna,Ekuben’ endikhokela.
  7. 7. Wakuphelaumsebenzi, NgaWe Yesu ndingoyisa;Andikoyika ukufa u-Yesu
  8. 8. Uyandirhola u- Yesu,Ngaso esakhe isandla; Ndiza kumlandela ke mna,Ekuben’ endikhokela.

×