30. Urhatya Ilanga liyatshona, Izulu liyaphumza,Linda uz’ uthandaze,Ubusuku bukhanyis’      izibane.
Ngcwele,ngcwele,ng  cwele k-Yehova;Izulu kwa nomhlabaziyambonga u-Bawo,    uSomandla.
Nkosi yokuphila kwam,  Izulu likhaya lam,  Sibutha amadinga ombuso wokulunga;     wasithenga.
Ngcwele,ngcwele,ng  cwele k-Yehova;Izulu kwa nomhlabaziyambonga u-Bawo,    uSomandla.
Ukuhlwa kusondele,Ngofefe yenz’ inceba, Ubuso nobukhosi busithwe zinkwenkwezi,Uyingc wele.
Ngcwele,ngcwele,ng  cwele k-Yehova;Izulu kwa nomhlabaziyambonga u-Bawo,    uSomandla.
Xa singasaboniyo Ubusuku nemini,Nkosi yaz’ ingelosi, Makufike ukusa   Buka-Yesu.
Ngcwele,ngcwele,ng  cwele k-Yehova;Izulu kwa nomhlabaziyambonga u-Bawo,    uSomandla.
Upcoming SlideShare
Loading in …5
×

No.30

260 views

Published on

0 Comments
0 Likes
Statistics
Notes
  • Be the first to comment

  • Be the first to like this

No Downloads
Views
Total views
260
On SlideShare
0
From Embeds
0
Number of Embeds
2
Actions
Shares
0
Downloads
2
Comments
0
Likes
0
Embeds 0
No embeds

No notes for slide

No.30

  1. 1. 30. Urhatya Ilanga liyatshona, Izulu liyaphumza,Linda uz’ uthandaze,Ubusuku bukhanyis’ izibane.
  2. 2. Ngcwele,ngcwele,ng cwele k-Yehova;Izulu kwa nomhlabaziyambonga u-Bawo, uSomandla.
  3. 3. Nkosi yokuphila kwam, Izulu likhaya lam, Sibutha amadinga ombuso wokulunga; wasithenga.
  4. 4. Ngcwele,ngcwele,ng cwele k-Yehova;Izulu kwa nomhlabaziyambonga u-Bawo, uSomandla.
  5. 5. Ukuhlwa kusondele,Ngofefe yenz’ inceba, Ubuso nobukhosi busithwe zinkwenkwezi,Uyingc wele.
  6. 6. Ngcwele,ngcwele,ng cwele k-Yehova;Izulu kwa nomhlabaziyambonga u-Bawo, uSomandla.
  7. 7. Xa singasaboniyo Ubusuku nemini,Nkosi yaz’ ingelosi, Makufike ukusa Buka-Yesu.
  8. 8. Ngcwele,ngcwele,ng cwele k-Yehova;Izulu kwa nomhlabaziyambonga u-Bawo, uSomandla.

×