Successfully reported this slideshow.
We use your LinkedIn profile and activity data to personalize ads and to show you more relevant ads. You can change your ad preferences anytime.
128. Yure Yomthandazo      Ngeyure,   yomthandazo,  Sithob’ intliziyo,Sihlangana ku-Yesu,  Umhlobo wethu;
Size kuye ngokholo,  Az’ asikhusele,      Aphuml’  odiniweyo! Ath’   ukuba mnandi!
Yure yomthandazo,  Esikelelweyo,    Aphuml’ odiniweyo! Ath’  ukuba mnandi!
Nge-Yure   yomthandazo,Ukufuphi nathi, Ezele     yimfesane   ebantwaneni;
Uthi masiwaphose Amaxhala kuye;    Aphuml’ odiniweyo! Ath’  ukuba mnandi!
Yure yomthandazo,  Esikelelweyo,    Aphuml’ odiniweyo! Ath’  ukuba mnandi!
Nge-yure yomthandazo, Xa  olingiweyo Aya    kum-SindisiOmthanda kakhulu,
Wothi onovelwanoAgxoth’ amaxhala;    Aphuml’ odiniweyo! Ath’  ukuba mnandi!
Yure yomthandazo,  Esikelelweyo,    Aphuml’ odiniweyo! Ath’  ukuba mnandi!
Nge-yure  yomthandazoSimkholelwa yena, Wosixhasa ngazozonk’ intsikelelo;
Sizele lelithemba,   Soba msulw’exhalen’; Aphuml’ odiniweyo! Ath’  ukuba mnandi!
Yure yomthandazo,  Esikelelweyo,    Aphuml’ odiniweyo! Ath’  ukuba mnandi!
Upcoming SlideShare
Loading in …5
×

No.128 Yure Yomthandazo

2,050 views

Published on

Yure Yomthandazo

Published in: Spiritual
  • Be the first to comment

No.128 Yure Yomthandazo

  1. 1. 128. Yure Yomthandazo Ngeyure, yomthandazo, Sithob’ intliziyo,Sihlangana ku-Yesu, Umhlobo wethu;
  2. 2. Size kuye ngokholo, Az’ asikhusele, Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  3. 3. Yure yomthandazo, Esikelelweyo, Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  4. 4. Nge-Yure yomthandazo,Ukufuphi nathi, Ezele yimfesane ebantwaneni;
  5. 5. Uthi masiwaphose Amaxhala kuye; Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  6. 6. Yure yomthandazo, Esikelelweyo, Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  7. 7. Nge-yure yomthandazo, Xa olingiweyo Aya kum-SindisiOmthanda kakhulu,
  8. 8. Wothi onovelwanoAgxoth’ amaxhala; Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  9. 9. Yure yomthandazo, Esikelelweyo, Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  10. 10. Nge-yure yomthandazoSimkholelwa yena, Wosixhasa ngazozonk’ intsikelelo;
  11. 11. Sizele lelithemba, Soba msulw’exhalen’; Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!
  12. 12. Yure yomthandazo, Esikelelweyo, Aphuml’ odiniweyo! Ath’ ukuba mnandi!

×