53. Moya Oyingcwele Mkokeli        OtembekileyoO,Moya Oyingcwele, Seku kad’ ulindile,Ngesandla sirholele,Thina bahambi apha,
Odiniweyo, bongaNgezwi elilodwa Elithi, “Mhambi yiza, Ndakukusa     ekhaya.”
Wena Mhlobo     weneneUkufuph’ukunceda, Ungasishiyi apha,Siyoyika kakhulu;
Xa izulu ligquma,    Sokwayama ngakuWe, Sebeza,  “Mhambi yiza,Ndakukusa ekhaya.”
Nkosi yethu enkulu, Salathele phezulu,Ukuthandaza kwethu; Azi amagam’ ethu
Akho-na ezulwini?Izwi liya phendula,“Mhambi,yiza,yiza  bo, Ndakukusa     ekhaya.”
Upcoming SlideShare
Loading in …5
×

No.53

242 views

Published on

0 Comments
0 Likes
Statistics
Notes
  • Be the first to comment

  • Be the first to like this

No Downloads
Views
Total views
242
On SlideShare
0
From Embeds
0
Number of Embeds
14
Actions
Shares
0
Downloads
0
Comments
0
Likes
0
Embeds 0
No embeds

No notes for slide

No.53

  1. 1. 53. Moya Oyingcwele Mkokeli OtembekileyoO,Moya Oyingcwele, Seku kad’ ulindile,Ngesandla sirholele,Thina bahambi apha,
  2. 2. Odiniweyo, bongaNgezwi elilodwa Elithi, “Mhambi yiza, Ndakukusa ekhaya.”
  3. 3. Wena Mhlobo weneneUkufuph’ukunceda, Ungasishiyi apha,Siyoyika kakhulu;
  4. 4. Xa izulu ligquma, Sokwayama ngakuWe, Sebeza, “Mhambi yiza,Ndakukusa ekhaya.”
  5. 5. Nkosi yethu enkulu, Salathele phezulu,Ukuthandaza kwethu; Azi amagam’ ethu
  6. 6. Akho-na ezulwini?Izwi liya phendula,“Mhambi,yiza,yiza bo, Ndakukusa ekhaya.”

×