No.48

118 views

Published on

0 Comments
0 Likes
Statistics
Notes
  • Be the first to comment

  • Be the first to like this

No Downloads
Views
Total views
118
On SlideShare
0
From Embeds
0
Number of Embeds
2
Actions
Shares
0
Downloads
1
Comments
0
Likes
0
Embeds 0
No embeds

No notes for slide

No.48

  1. 1. 48. Kuya Kubakho UvuyoEkupheleni sakuvuya, Sesibuthana ekhaya,Size nezithungu zethuEmzini omtsha khona.
  2. 2. Kwakuvuywa,kwakuvuywa, Akupheliukuvuya; Gcoba, usuku luyeza, Lokubabutha bonke.
  3. 3. Ingoma zakhonazimnandi, Sakubongangentliziyo, Sidumis’i-Nkosi yethu Emzini omtsha khona.
  4. 4. Kwakuvuywa, kwakuvuywa, Akupheli ukuvuya;Gcoba, usuku luyeza,Lokubabutha bonke.
  5. 5. Kulindele ukugcoba, Izindlu zininzi khona; Zalungiswa ke ngu- Yesu, Emzini omtsha khona.
  6. 6. Kwakuvuywa,kwakuvuywa, Akupheliukuvuya; Gcoba, usuku luyeza, Lokubabutha bonke.

×