39. Iliwa EliqinileyoNgu-Yesu oli-Liwa lam,Inguye u-Sindiso lwam; Ndingeze ndikuthemb’ okwam, Ngu-Yesu nje    umxhasi wam.
U-Yesu Kristu li-Liwa, Konk’ okunye kuya dlula; Konk’ okunye kuya dlula.
Nobumnyama  buphambi kwam, Mandingozeli Nkosiyam; Nezulu lindiwela nam, Mandinga lahl’    ukholo lwam.
U-Yesu Kristu li-Liwa, Konk’ okunye kuya dlula; Konk’ okunye kuya dlula.
Isifungo siqinile  Kubo abamthe-mbileyo; Xa ithemba seliwile, u-Yesu ndisamthembile.
U-Yesu Kristu li-Liwa, Konk’ okunye kuya dlula; Konk’ okunye kuya dlula.
Xa likhala ixilongo, Ke yena wobonakala, Enobungcwalisa bonke, Yena ulilo i- Liwa.
U-Yesu Kristu li-Liwa, Konk’ okunye kuya dlula; Konk’ okunye kuya dlula.
Upcoming SlideShare
Loading in...5
×

No.39

121

Published on

0 Comments
0 Likes
Statistics
Notes
  • Be the first to comment

  • Be the first to like this

No Downloads
Views
Total Views
121
On Slideshare
0
From Embeds
0
Number of Embeds
0
Actions
Shares
0
Downloads
1
Comments
0
Likes
0
Embeds 0
No embeds

No notes for slide

No.39

  1. 1. 39. Iliwa EliqinileyoNgu-Yesu oli-Liwa lam,Inguye u-Sindiso lwam; Ndingeze ndikuthemb’ okwam, Ngu-Yesu nje umxhasi wam.
  2. 2. U-Yesu Kristu li-Liwa, Konk’ okunye kuya dlula; Konk’ okunye kuya dlula.
  3. 3. Nobumnyama buphambi kwam, Mandingozeli Nkosiyam; Nezulu lindiwela nam, Mandinga lahl’ ukholo lwam.
  4. 4. U-Yesu Kristu li-Liwa, Konk’ okunye kuya dlula; Konk’ okunye kuya dlula.
  5. 5. Isifungo siqinile Kubo abamthe-mbileyo; Xa ithemba seliwile, u-Yesu ndisamthembile.
  6. 6. U-Yesu Kristu li-Liwa, Konk’ okunye kuya dlula; Konk’ okunye kuya dlula.
  7. 7. Xa likhala ixilongo, Ke yena wobonakala, Enobungcwalisa bonke, Yena ulilo i- Liwa.
  8. 8. U-Yesu Kristu li-Liwa, Konk’ okunye kuya dlula; Konk’ okunye kuya dlula.
  1. A particular slide catching your eye?

    Clipping is a handy way to collect important slides you want to go back to later.

×