No.18
Upcoming SlideShare
Loading in...5
×
 

No.18

on

  • 207 views

 

Statistics

Views

Total Views
207
Views on SlideShare
207
Embed Views
0

Actions

Likes
0
Downloads
0
Comments
0

0 Embeds 0

No embeds

Accessibility

Categories

Upload Details

Uploaded via as Microsoft PowerPoint

Usage Rights

© All Rights Reserved

Report content

Flagged as inappropriate Flag as inappropriate
Flag as inappropriate

Select your reason for flagging this presentation as inappropriate.

Cancel
  • Full Name Full Name Comment goes here.
    Are you sure you want to
    Your message goes here
    Processing…
Post Comment
Edit your comment

No.18 No.18 Presentation Transcript

  • 18. Phambili Ma-Kristu! Hambani maKristunjengasemfazwen’,Ninekrus’ kaYesu inikhokela, U- Kristu umphathi, ungen’ empini.Phambili edabini yahamba indwe.
  • Hambani maKristunjengasemfazwen’,Ninekrus’ kaYesu inikhokela.
  • Imikhos’ kaSathan’ iyabaleka,Phambili kengoko nize noyise!Ibalek’ uYesu,Dumani nonke, Ngamazwi ke kwanangengoma zenu.
  • Hambani maKristunjengasemfazwen’,Ninekrus’ kaYesu inikhokela.
  • Lihamba ngokwempi,Ibandla leNkos’,Masilinganis e abahambayo;Noko sahlukene simi kwakamye,Themba lethu linye,elikuYesu.
  • Hambani maKristunjengasemfazwen’,Ninekrus’ kaYesu inikhokela.
  • Amakhos’ omhlaba ayadlul’ onke; Kant’ iBandla lethu liyema njalo.’Bandla likaYesu alahlulwa nto,Wathembis’ uKristu oko ke kuthi.
  • Hambani maKristunjengasemfazwen’,Ninekrus’ kaYesu inikhokela.
  • Phambili,maKristu, Nomkhos’ omkhulu; Masivum’ ingoma, Eyokoyisa; “Dumo! Makabonwe!’Kristu yiNkosi! “Kude kus’ ephakadeni!” Mabatsho bonke.
  • Hambani maKristunjengasemfazwen’,Ninekrus’ kaYesu inikhokela.