148. Naphina No-YesuNaphina ndinokuya  ndino-Yesu ,Angandisa naphina   kweli lizwe;
Ngaphandle kwakhe akukholuvuyo, Naphina  ndino-Yesu   andoyiki.
Naphina, naphina,  andoyiki nto; Naphina ndino-Yesu ndinokuya.
Naphina ndino-Yesu andindedwa,Zingemk’ izihlobo  yena usenam;
Nakuba ekhokela  ko-zintlango,  Naphina ndi-Yesu yindumiso.
Naphina, naphina,  andoyiki nto; Naphina ndino-Yesu ndinokuya.
Naphina ndino-Yesu ndingalala, Nakuba ukufa kuya sondela,
Ndiyazi ndovuka ngonaphakade, Naphina ndino-Yesu likhaya lam.
Naphina, naphina,  andoyiki nto; Naphina ndino-Yesu ndinokuya.
Upcoming SlideShare
Loading in …5
×

No.148

288 views

Published on

0 Comments
2 Likes
Statistics
Notes
  • Be the first to comment

No Downloads
Views
Total views
288
On SlideShare
0
From Embeds
0
Number of Embeds
2
Actions
Shares
0
Downloads
1
Comments
0
Likes
2
Embeds 0
No embeds

No notes for slide

No.148

  1. 1. 148. Naphina No-YesuNaphina ndinokuya ndino-Yesu ,Angandisa naphina kweli lizwe;
  2. 2. Ngaphandle kwakhe akukholuvuyo, Naphina ndino-Yesu andoyiki.
  3. 3. Naphina, naphina, andoyiki nto; Naphina ndino-Yesu ndinokuya.
  4. 4. Naphina ndino-Yesu andindedwa,Zingemk’ izihlobo yena usenam;
  5. 5. Nakuba ekhokela ko-zintlango, Naphina ndi-Yesu yindumiso.
  6. 6. Naphina, naphina, andoyiki nto; Naphina ndino-Yesu ndinokuya.
  7. 7. Naphina ndino-Yesu ndingalala, Nakuba ukufa kuya sondela,
  8. 8. Ndiyazi ndovuka ngonaphakade, Naphina ndino-Yesu likhaya lam.
  9. 9. Naphina, naphina, andoyiki nto; Naphina ndino-Yesu ndinokuya.

×