116.Nento Ku-Yesu        NOTHING FOR JESUSUnamaxhal’ umxhelo,Akanandaw’ u-Yesu? Ubanjiswe zibatha,Akanandaw’ u-Yesu?
Bona nanko emnyango,Emana enkqonkqoza;Mphulaphul’ ebongoza; Akanandaw’ u-Yesu?
Mus’ ukuchith’  ixesha, Unga msebenzela-na?   Ngamandl’owaphiweyo, Unga msebenzela-na?
Ison’ akusoyisi,Akuzuzi ‘mphefumlo, Obhadulayo yena; ‘Ngamsebenzel’ u-       Yesu?
Ngenxa yobubutyebi, Akanxesh’ u-Yesu? Uvimb’   izinto zonke,Akanaxesh’ u-Yesu?
‘Ziyolo nobutyebi, ‘zinto ozifunayo, Ufun’ ezizezakho;  Akanaxesh’ u-       Yesu?
Ingamagqabi odwa, Ziphina iziqhamo? Akunaz’ izithungu, Ziphina iziqhamo?
Akunalo nokhozo,Akusebenzanga-nto, Akusayi kugcoba X’uhlangana no-      Yesu.
Upcoming SlideShare
Loading in …5
×

No.116

484 views

Published on

0 Comments
0 Likes
Statistics
Notes
  • Be the first to comment

  • Be the first to like this

No Downloads
Views
Total views
484
On SlideShare
0
From Embeds
0
Number of Embeds
1
Actions
Shares
0
Downloads
1
Comments
0
Likes
0
Embeds 0
No embeds

No notes for slide

No.116

  1. 1. 116.Nento Ku-Yesu NOTHING FOR JESUSUnamaxhal’ umxhelo,Akanandaw’ u-Yesu? Ubanjiswe zibatha,Akanandaw’ u-Yesu?
  2. 2. Bona nanko emnyango,Emana enkqonkqoza;Mphulaphul’ ebongoza; Akanandaw’ u-Yesu?
  3. 3. Mus’ ukuchith’ ixesha, Unga msebenzela-na? Ngamandl’owaphiweyo, Unga msebenzela-na?
  4. 4. Ison’ akusoyisi,Akuzuzi ‘mphefumlo, Obhadulayo yena; ‘Ngamsebenzel’ u- Yesu?
  5. 5. Ngenxa yobubutyebi, Akanxesh’ u-Yesu? Uvimb’ izinto zonke,Akanaxesh’ u-Yesu?
  6. 6. ‘Ziyolo nobutyebi, ‘zinto ozifunayo, Ufun’ ezizezakho; Akanaxesh’ u- Yesu?
  7. 7. Ingamagqabi odwa, Ziphina iziqhamo? Akunaz’ izithungu, Ziphina iziqhamo?
  8. 8. Akunalo nokhozo,Akusebenzanga-nto, Akusayi kugcoba X’uhlangana no- Yesu.

×