No.115
Upcoming SlideShare
Loading in...5
×
 

No.115

on

  • 196 views

 

Statistics

Views

Total Views
196
Views on SlideShare
196
Embed Views
0

Actions

Likes
0
Downloads
0
Comments
0

0 Embeds 0

No embeds

Accessibility

Categories

Upload Details

Uploaded via as Microsoft PowerPoint

Usage Rights

© All Rights Reserved

Report content

Flagged as inappropriate Flag as inappropriate
Flag as inappropriate

Select your reason for flagging this presentation as inappropriate.

Cancel
  • Full Name Full Name Comment goes here.
    Are you sure you want to
    Your message goes here
    Processing…
Post Comment
Edit your comment

No.115 No.115 Presentation Transcript

  • 115. Igqirha Elikhulu U-Gqirh’ omkhul’ ukufuphi,uYes’ onovelwano;Evus’intliziy’ ewayo,Yiv’ izwi likaYesu!
  • Intsholo yeserafim,Gam’ elonalimnandi,Ngom’ eyona imnandi,Yes’ osikelelwe!
  • Zonk’ izono zixolelwe,Yiv’ izwi likaYesu;Yiy’ ezulwin’ unoxolo,Uthweswe isitshaba.
  • Intsholo yeserafim,Gam’ elonalimnandi,Ngom’ eyona imnandi,Yes’ osikelelwe!
  • Lonke uzuko kwiMvana! NdiyakholwakuYesu; Eligamandilithanda,Igama
  • Intsholo yeserafim,Gam’ elonalimnandi,Ngom’ eyona imnandi,Yes’ osikelelwe!
  • Ligxotha lonk’ ivuso lam;Akukho gama limbi;Luyolo kumphefumlowam,Igama likaYesu!
  • Intsholo yeserafim,Gam’ elonalimnandi,Ngom’ eyona imnandi,Yes’ osikelelwe!
  • Nangex’ ezanesithsaba,esobomi nozuko;Sothikesihlale naye,Sibalis’ ukhululo.
  • Intsholo yeserafim,Gam’ elonalimnandi,Ngom’ eyona imnandi,Yes’ osikelelwe!